Connect with us

Songs

Zahara Ndincede

Find Download Link of Zahara Ndincede MP3, Zahara Ndincede MP4 Video and Zahara Ndincede Lyrics for FREE!

Published

on

Ndincede Mp3 Download

Zahara Ndincede - Download Zahara Ndincede Mp3 Song Music to your devices with 320kbps ultra high quality audio for Free at Mp3Juice. You could also find the complete lyrics of Zahara Ndincede and video clip as well. All the songs provided are belong to YouTube, we do not host any single of songs and music on our platform, Enjoy Listening!

Zahara Ndincede

Title Ndincede
Artist Zahara
Album Nqaba Yam
Year 2021
Duration 4:35
File Size 4.2 MB
File Type MP3
Audio Summary 44100 Hz, stereo, s16p, 192 kb/s
Source YouTube Music

Download MP3

Lyric of Zahara - Ndincede

Andigezile ndiyimpumputhe (Ngoku sendibonile)
Ndingumabopha maxoyam (Ngoku sendibonile)
Ndikhuphe kwelihlazo endikulo ayayay
Sindisa umphefumlo wami
Cul' endikulo

Ndincede kulendawo endikuyo
Ndincede andiziva mna
Ndincede kulendawo endikuyo
Ndincede oh andiziva mna

(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)
(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)

Bawo ndince kulendawo endikuyo
Bandihlukumezile kodwa wena ukhona
Babethekile ngam bebenzile ngam
Ndisuse kulendawo endikuyo

Bawo Ndikhaphe ndingaxamazeki
Izilingo zininzi wo oh
Sindisa umphefumlo wami
Cul' endikulo

(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)
(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)

(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)
(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede) Andiziva mna

Heroes has spoken
Abantu bathethile ngam
Asoze ndavuma ukubekelwa phansi hoyo

Heroes has spoken
Amaqhawe athethile ngam
Vul' indlela yam ndincede

(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)
(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede oh andiziva mna)

(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede andiziva mna)
(Ndincede kulendawo endikuyo)
(Ndincede oh andiziva mna)

Heroes has spoken
Amaqhawe athethile ngam
Vul' indlela yam ndincede

Ndincede kawundincede kulendawo endikuyo
Ndincede mhh

Zahara Ndincede Video Clips:

Related Posts